Lyrics
Ndikhe ndahamba mna
Uhambo endingalwaziyo
Kungekho ntlelo
Ndilandelana nentliziyo yam
Nabantu basoloko bethetha
Besithi ndawelani uzobetha

Hamba we hamba wentliziyo yam
Hamba we
Hamba we hamba wentliziyo yam
Hamba we
Hamba we hamba wentliziyo yam
Hamba we
Hamba we hamba wentliziyo yam
Undifezela amaphupha

Kuzaba nzima
Kuzafuna nokuyekelela
Khumbula isizathu sokunyamezela
Abantu bakuhlal bethetha
Thandaza umdali uzoyenza indlela

(Yomelela)
You know you have the will to carry on
(Bekezela)
Yiba nomonde fana nojobe
(Uzophumelela)
The is nothing you can do if you put your mind to

Hamba we hamba wentliziyo yam
Hamba we ( hamba we)
Hamba we hamba wentliziyo yam
Hamba we ( hamba we)
Hamba we hamba wentliziyo yam
Hamba we (hamba we)
Hamba we hamba wentliziyo yam
Undifezela amaphupha

Undifezela amaphupha
Hamba we hamba wentliziyo yam
Hamba we
Hamba we
Hamba we
Hamba we
Hamba we hamba wentliziyo yam

Copyright: Universal Music Publishing Group
Writer(s): BONGANI SHABANGU, ZANDA NOMFUNDO ZAKUZA




Download SoundHound
The only App that can give you results through singing and humming search!
You can sing any song from this artist to help SoundHound users find it!